Ezra 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngoko nangoko zaya kuZerubhabheli+ nakwiintloko+ zezindlu zooyise zaza zathi kubo: “Masakhe kunye nani;+ kuba, njengani kanye, sifuna uThixo wenu+ yaye sibingelela kuye ukususela ngemihla kaEsar-hadon+ ukumkani waseAsiriya, owasizisa apha.”+
2 ngoko nangoko zaya kuZerubhabheli+ nakwiintloko+ zezindlu zooyise zaza zathi kubo: “Masakhe kunye nani;+ kuba, njengani kanye, sifuna uThixo wenu+ yaye sibingelela kuye ukususela ngemihla kaEsar-hadon+ ukumkani waseAsiriya, owasizisa apha.”+