IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 23:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+

      Akanyana waluntu ukuba azisole.+

      Etshilo nje yena akayi kwenza na,

      Ethethile nje akayi kuphumeza na?+

  • 2 Kumkani 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke kaloku uElisha wathi: “Phulaphulani ilizwi likaYehova.+ Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngomso malunga neli xesha umlinganiselo weseha yomgubo ocolekileyo uya kube uxabisa ishekele, nemilinganiselo emibini yeseha yerhasi ixabise ishekele esangweni laseSamariya.’”+

  • Isaya 44:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Lowo wenza ilizwi lomkhonzi wakhe libe yinyaniso, naLowo uphumeza ngokupheleleyo icebo labathunywa bakhe;+ Lowo uthi ngeYerusalem, ‘Iya kumiwa,’+ nothi ngezixeko zakwaYuda, ‘Ziya kubuya zakhiwe,+ neendawo zakhe eziphanzileyo ndiya kuzivusa’;+

  • Isaya 55:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share