IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 18:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngenxa yoko kwathi uIzebhele+ akubanqumla abaprofeti bakaYehova,+ uObhadiya wathabatha abaprofeti abalikhulu wabafihla emqolombeni ngamashumi amahlanu, yaye wayebabonelela ngesonka namanzi.)+

  • 1 Kumkani 19:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye uIzebhele wathumela umthunywa kuEliya, esithi: “Mabenjenje oothixo,+ baze bongeze ngolu hlobo,+ ukuba ngeli xesha ngomso andiyi kuwenza umphefumlo wakho ube njengomphefumlo wabo ngabanye!”

  • 1 Kumkani 21:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwathi kamsinya nje akuba uIzebhele evile ukuba uNabhoti uxulutywe wada wafa, ngoko nangoko uIzebhele wathi kuAhabhi: “Phakama, uzithabathele isidiliya sikaNabhoti umYizereli,+ awalayo ukukunika ngemali; kuba uNabhoti akasaphili, kodwa ufile.”

  • 1 Kumkani 21:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Akukho bani uye waba njengoAhabhi,+ owazithengisela ukwenza okubi emehlweni kaYehova, owathundezwa nguIzebhele+ umfazi wakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share