1 Kumkani 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uIzebhele umfazi wakhe wathi kuye: “Asinguwe na ngoku ongukumkani kwaSirayeli?+ Phakama, yidla isonka ichwayite intliziyo yakho. Ndiza kukunika ngokwam isidiliya sikaNabhoti umYizereli.”+ IMizekeliso 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba badle isonka sobungendawo,+ basela iwayini yezenzo zogonyamelo.+ Yeremiya 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ‘Ngokuqinisekileyo amehlo akho nentliziyo yakho akakho ntweni ngaphandle kwenzuzo yakho yokungekho sikweni,+ nasegazini lalowo umsulwa ukuze uliphalaze,+ nasekuqhatheni nasekuphangeni ukuze ukwenze oko.’
7 Wandula ke uIzebhele umfazi wakhe wathi kuye: “Asinguwe na ngoku ongukumkani kwaSirayeli?+ Phakama, yidla isonka ichwayite intliziyo yakho. Ndiza kukunika ngokwam isidiliya sikaNabhoti umYizereli.”+
17 ‘Ngokuqinisekileyo amehlo akho nentliziyo yakho akakho ntweni ngaphandle kwenzuzo yakho yokungekho sikweni,+ nasegazini lalowo umsulwa ukuze uliphalaze,+ nasekuqhatheni nasekuphangeni ukuze ukwenze oko.’