1 Kumkani 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kwathi emva kwezi zinto kwabakho isidiliya esasisesikaNabhoti umYizereli, owayeseYizereli,+ ngakwibhotwe lika-Ahabhi ukumkani waseSamariya. 1 Kumkani 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwathi kamsinya nje akuba uIzebhele evile ukuba uNabhoti uxulutywe wada wafa, ngoko nangoko uIzebhele wathi kuAhabhi: “Phakama, uzithabathele isidiliya sikaNabhoti umYizereli,+ awalayo ukukunika ngemali; kuba uNabhoti akasaphili, kodwa ufile.” 1 Kumkani 21:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba ubulele+ waza wathabatha?”’+ Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Endaweni+ ezixhaphele kuyo izinja igazi likaNabhoti, ziya kulixhaphela khona izinja igazi lakho, wena lo.”’”+
21 Kwathi emva kwezi zinto kwabakho isidiliya esasisesikaNabhoti umYizereli, owayeseYizereli,+ ngakwibhotwe lika-Ahabhi ukumkani waseSamariya.
15 Kwathi kamsinya nje akuba uIzebhele evile ukuba uNabhoti uxulutywe wada wafa, ngoko nangoko uIzebhele wathi kuAhabhi: “Phakama, uzithabathele isidiliya sikaNabhoti umYizereli,+ awalayo ukukunika ngemali; kuba uNabhoti akasaphili, kodwa ufile.”
19 Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba ubulele+ waza wathabatha?”’+ Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Endaweni+ ezixhaphele kuyo izinja igazi likaNabhoti, ziya kulixhaphela khona izinja igazi lakho, wena lo.”’”+