Eksodus 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ethubeni bangena oonyana bakaSirayeli phakathi elwandle emhlabeni owomileyo,+ ngoxa amanzi ayeludonga ngasekunene kwabo nangasekhohlo kwabo.+ Yoshuwa 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngelo xesha ababingeleli ababethwele ityeya yomnqophiso kaYehova baqhubeka bemi bhuxe kumhlaba owomileyo+ phakathi eYordan njengoko wonke uSirayeli wayewela kumhlaba owomileyo,+ de uhlanga luphela lwagqiba ukuwela iYordan. 2 Kumkani 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ke wathabatha umnweba owawuwe kuEliya waza wabetha amanzi+ wathi: “Uphi na uYehova uTHIXO kaEliya, Yena kanye?”+ Ekuwabetheni kwakhe amanzi, ahlukana aya ngapha nangapha, wawela uElisha. INdumiso 114:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ubunani na wena, lulwandlendini, ukuba usabe,+Wena Yordan, ukuba ubuye umva?+ Isaya 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kulunqumla ulwimi lolwandle lwaseYiputa,+ aze alingise uMlambo+ ngesandla sakhe ekuvutheni komoya wakhe. Uya kuwubetha ube yimisinga esixhenxe, abenze abantu bahambe kuyo ngeembadada zabo.+
22 Ethubeni bangena oonyana bakaSirayeli phakathi elwandle emhlabeni owomileyo,+ ngoxa amanzi ayeludonga ngasekunene kwabo nangasekhohlo kwabo.+
17 Ngelo xesha ababingeleli ababethwele ityeya yomnqophiso kaYehova baqhubeka bemi bhuxe kumhlaba owomileyo+ phakathi eYordan njengoko wonke uSirayeli wayewela kumhlaba owomileyo,+ de uhlanga luphela lwagqiba ukuwela iYordan.
14 Wandula ke wathabatha umnweba owawuwe kuEliya waza wabetha amanzi+ wathi: “Uphi na uYehova uTHIXO kaEliya, Yena kanye?”+ Ekuwabetheni kwakhe amanzi, ahlukana aya ngapha nangapha, wawela uElisha.
15 Kwaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kulunqumla ulwimi lolwandle lwaseYiputa,+ aze alingise uMlambo+ ngesandla sakhe ekuvutheni komoya wakhe. Uya kuwubetha ube yimisinga esixhenxe, abenze abantu bahambe kuyo ngeembadada zabo.+