2 Samuweli 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wathetha ke uDavide amazwi ale ngoma+ kuYehova ngomhla uYehova awamhlangula ngawo entendeni yesandla seentshaba zakhe+ zonke nasentendeni yesandla sikaSawule;+ 2 Samuweli 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngawo la ke amazwi okugqibela kaDavide:+“Amazwi kaDavide unyana kaYese,+Namazwi endoda eyomeleleyo eyaphakanyiselwa phezulu,+Othanjisiweyo+ kaTHIXO kaYakobi,Nothandekayo kuncuthu lweengoma+ zakwaSirayeli. 1 Kronike 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wandula wabeka phambi kwetyeya kaYehova abathile kubaLevi+ njengabalungiseleli,+ ukuba bakhumbule+ yaye babulele,+ badumise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli, 2 Korinte 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ngenxa yokuba ubulungiseleli bale nkonzo kawonke-wonke abuboneleli kuphela ngokuyintabalala iintswelo zabo bangcwele+ kodwa butyebe ngeembonakaliso ezininzi zombulelo kuThixo.
22 Wathetha ke uDavide amazwi ale ngoma+ kuYehova ngomhla uYehova awamhlangula ngawo entendeni yesandla seentshaba zakhe+ zonke nasentendeni yesandla sikaSawule;+
23 Ngawo la ke amazwi okugqibela kaDavide:+“Amazwi kaDavide unyana kaYese,+Namazwi endoda eyomeleleyo eyaphakanyiselwa phezulu,+Othanjisiweyo+ kaTHIXO kaYakobi,Nothandekayo kuncuthu lweengoma+ zakwaSirayeli.
4 Wandula wabeka phambi kwetyeya kaYehova abathile kubaLevi+ njengabalungiseleli,+ ukuba bakhumbule+ yaye babulele,+ badumise+ uYehova uTHIXO kaSirayeli,
12 ngenxa yokuba ubulungiseleli bale nkonzo kawonke-wonke abuboneleli kuphela ngokuyintabalala iintswelo zabo bangcwele+ kodwa butyebe ngeembonakaliso ezininzi zombulelo kuThixo.