Genesis 35:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwathi ke ngethuba lokuphuma komphefumlo wakhe+ (kuba wafa)+ wamthiya igama elinguBhen-oni; kodwa uyise wathi nguBhenjamin+. Genesis 49:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “UBhenjamin uya kuqhubeka eqwenga njengengcuka.+ Kusasa uya kudla isilwanyana esiphangiweyo aze ngokuhlwa ahlule amaxhoba.”+
18 Kwathi ke ngethuba lokuphuma komphefumlo wakhe+ (kuba wafa)+ wamthiya igama elinguBhen-oni; kodwa uyise wathi nguBhenjamin+.
27 “UBhenjamin uya kuqhubeka eqwenga njengengcuka.+ Kusasa uya kudla isilwanyana esiphangiweyo aze ngokuhlwa ahlule amaxhoba.”+