1 Samuweli 16:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wandula ke uYese wabiza uAbhinadabhi+ waza wamdlulisa phambi koSamuweli, kodwa yena wathi: “Nalo uYehova akamnyulanga.” 1 Samuweli 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Oonyana abathathu bakaYese abakhulu bahamba. Balandela uSawule ukuya emfazweni,+ yaye amagama oonyana bakhe abathathu abaya emfazweni yayinguEliyabhi+ owamazibulo, nonyana wakhe wesibini uAbhinadabhi+ nowesithathu uShamaha.+
8 Wandula ke uYese wabiza uAbhinadabhi+ waza wamdlulisa phambi koSamuweli, kodwa yena wathi: “Nalo uYehova akamnyulanga.”
13 Oonyana abathathu bakaYese abakhulu bahamba. Balandela uSawule ukuya emfazweni,+ yaye amagama oonyana bakhe abathathu abaya emfazweni yayinguEliyabhi+ owamazibulo, nonyana wakhe wesibini uAbhinadabhi+ nowesithathu uShamaha.+