2 Samuweli 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku uAmnon wayeneqabane eligama linguYehonadabhi,+ unyana kaShimeha,+ umntakwabo Davide; yaye uYehonadabhi lo wayeyindoda elumke kakhulu. 2 Samuweli 21:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye yaqhubeka imngcikiva+ uSirayeli. Ekugqibeleni uYonatan+ unyana kaShimeyi,+ umntakwabo Davide, wayixabela.
3 Ke kaloku uAmnon wayeneqabane eligama linguYehonadabhi,+ unyana kaShimeha,+ umntakwabo Davide; yaye uYehonadabhi lo wayeyindoda elumke kakhulu.
21 Yaye yaqhubeka imngcikiva+ uSirayeli. Ekugqibeleni uYonatan+ unyana kaShimeyi,+ umntakwabo Davide, wayixabela.