1 Samuweli 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYese wadlulisa uShamaha,+ kodwa wathi yena: “Nalo uYehova akamnyulanga.” 1 Samuweli 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Oonyana abathathu bakaYese abakhulu bahamba. Balandela uSawule ukuya emfazweni,+ yaye amagama oonyana bakhe abathathu abaya emfazweni yayinguEliyabhi+ owamazibulo, nonyana wakhe wesibini uAbhinadabhi+ nowesithathu uShamaha.+ 1 Kronike 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYese wazala uEliyabhi+ izibulo lakhe, noAbhinadabhi+ owesibini, noShimeya+ owesithathu,
13 Oonyana abathathu bakaYese abakhulu bahamba. Balandela uSawule ukuya emfazweni,+ yaye amagama oonyana bakhe abathathu abaya emfazweni yayinguEliyabhi+ owamazibulo, nonyana wakhe wesibini uAbhinadabhi+ nowesithathu uShamaha.+