1 Samuweli 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwathi, njengoko babengena waza wabona uEliyabhi,+ kwaoko wathi: “Ngokuqinisekileyo othanjisiweyo wakhe uphambi koYehova.” 1 Samuweli 17:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Oonyana abathathu bakaYese abakhulu bahamba. Balandela uSawule ukuya emfazweni,+ yaye amagama oonyana bakhe abathathu abaya emfazweni yayinguEliyabhi+ owamazibulo, nonyana wakhe wesibini uAbhinadabhi+ nowesithathu uShamaha.+ 1 Kronike 27:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 kwaYuda, yayinguElihu,+ omnye wabantakwabo Davide;+ kwaIsakare, yayinguOmri unyana kaMikayeli;
6 Kwathi, njengoko babengena waza wabona uEliyabhi,+ kwaoko wathi: “Ngokuqinisekileyo othanjisiweyo wakhe uphambi koYehova.”
13 Oonyana abathathu bakaYese abakhulu bahamba. Balandela uSawule ukuya emfazweni,+ yaye amagama oonyana bakhe abathathu abaya emfazweni yayinguEliyabhi+ owamazibulo, nonyana wakhe wesibini uAbhinadabhi+ nowesithathu uShamaha.+