Isaya 63:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kanye njengoko isilo sisihla siye kwithafa elisentlanjeni, wona kanye umoya kaYehova wabenza baphumla.”+ Ngaloo ndlela wabakhokela abantu bakho ukuze uzenzele igama elihle.+
14 Kanye njengoko isilo sisihla siye kwithafa elisentlanjeni, wona kanye umoya kaYehova wabenza baphumla.”+ Ngaloo ndlela wabakhokela abantu bakho ukuze uzenzele igama elihle.+