Eksodus 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokubhekele phaya, udade wabo wema mgama ukuze afumanise oko kuya kwenzeka kuye.+ Eksodus 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+ Numeri 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Lemka ilifu phezu kwentente, yaye, khangela! uMiriyam ubethwe ngeqhenqa wamhlophe njengekhephu.+ UAron wajika wajonga ngakuMiriyam, yaye, khangela! ubethwe ngeqhenqa.+
20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+
10 Lemka ilifu phezu kwentente, yaye, khangela! uMiriyam ubethwe ngeqhenqa wamhlophe njengekhephu.+ UAron wajika wajonga ngakuMiriyam, yaye, khangela! ubethwe ngeqhenqa.+