Eksodus 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+ 1 Kronike 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bona oonyana baka-Amram+ yayinguAron+ noMoses,+ kwakukho noMiriyam.+ Bona oonyana baka-Aron yayinguNadabhi+ noAbhihu,+ uEleyazare+ noItamare.+ Mika 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+
20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+
3 Bona oonyana baka-Amram+ yayinguAron+ noMoses,+ kwakukho noMiriyam.+ Bona oonyana baka-Aron yayinguNadabhi+ noAbhihu,+ uEleyazare+ noItamare.+
4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+