2 Kumkani 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ke uHezekiya wayithabatha ileta esandleni sabathunywa waza wayifunda,+ emva koko uHezekiya wenyuka waya endlwini kaYehova waza wayitwabulula phambi koYehova.+
14 Wandula ke uHezekiya wayithabatha ileta esandleni sabathunywa waza wayifunda,+ emva koko uHezekiya wenyuka waya endlwini kaYehova waza wayitwabulula phambi koYehova.+