2 Kronike 35:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Emva kwako konke oku akuba uYosiya eyilungisile indlu, uNeko+ ukumkani waseYiputa+ wenyuka weza kulwa eKarkemishe+ ngakumEfrate. Waza waphuma uYosiya+ ukuya kuqubisana naye.+
20 Emva kwako konke oku akuba uYosiya eyilungisile indlu, uNeko+ ukumkani waseYiputa+ wenyuka weza kulwa eKarkemishe+ ngakumEfrate. Waza waphuma uYosiya+ ukuya kuqubisana naye.+