Eksodus 12:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Xa athe owasemzini wahlala nani njengomphambukeli, kwaye eza kuyibhiyozela ipasika kuYehova, mayaluswe yonke into eyindoda kuye.+ Angandula ke aqale ukusondela ukuze ayibhiyozele; yaye woba njengenzalelwane yelizwe. Kodwa akukho mntu ungalukanga umele adle kuyo. Rute 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye uRute wathi: “Musa ukundibongoza ukuba ndikushiye, ndijike ekukuphelekeni; kuba apho uya khona ndiya kuya, nalapho uchitha ubusuku khona ndiya kuchitha ubusuku.+ Abantu bakowenu baya kuba ngabantu basekhaya,+ noThixo wakho abe nguThixo wam.+ Isaya 56:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye owasemzini ozihlanganise kuYehova makangathi,+ ‘Ngaphandle kokuthandabuza uYehova uya kundahlukanisa nabantu bakhe.’+ Nethenwa+ malingathi, ‘Khangela! Ndingumthi owomileyo.’”
48 Xa athe owasemzini wahlala nani njengomphambukeli, kwaye eza kuyibhiyozela ipasika kuYehova, mayaluswe yonke into eyindoda kuye.+ Angandula ke aqale ukusondela ukuze ayibhiyozele; yaye woba njengenzalelwane yelizwe. Kodwa akukho mntu ungalukanga umele adle kuyo.
16 Yaye uRute wathi: “Musa ukundibongoza ukuba ndikushiye, ndijike ekukuphelekeni; kuba apho uya khona ndiya kuya, nalapho uchitha ubusuku khona ndiya kuchitha ubusuku.+ Abantu bakowenu baya kuba ngabantu basekhaya,+ noThixo wakho abe nguThixo wam.+
3 Yaye owasemzini ozihlanganise kuYehova makangathi,+ ‘Ngaphandle kokuthandabuza uYehova uya kundahlukanisa nabantu bakhe.’+ Nethenwa+ malingathi, ‘Khangela! Ndingumthi owomileyo.’”