Mateyu 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba kukho amathenwa azalwa enjalo ukususela esibelekweni sikanina,+ kukho namathenwa enziwa amathenwa ngabantu, kukwakho namathenwa azenze amathenwa ngenxa yobukumkani bamazulu. Lowo unako ukukuvulela ithuba makakuvulele ithuba.”+ 1 Korinte 7:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ngenxa yoko kwanalowo unikela ubunyulu bakhe emtshatweni wenza kakuhle,+ kodwa lowo ungabunikeliyo emtshatweni uya kuba wenza kakuhle ngakumbi.+ 2 Korinte 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngenxa yoko ukususela ngoku akukho mntu simazi ngokwenyama.+ Kwanokuba simazile uKristu ngokwenyama,+ ngokuqinisekileyo ngoku asisamazi enjalo.+
12 Kuba kukho amathenwa azalwa enjalo ukususela esibelekweni sikanina,+ kukho namathenwa enziwa amathenwa ngabantu, kukwakho namathenwa azenze amathenwa ngenxa yobukumkani bamazulu. Lowo unako ukukuvulela ithuba makakuvulele ithuba.”+
38 Ngenxa yoko kwanalowo unikela ubunyulu bakhe emtshatweni wenza kakuhle,+ kodwa lowo ungabunikeliyo emtshatweni uya kuba wenza kakuhle ngakumbi.+
16 Ngenxa yoko ukususela ngoku akukho mntu simazi ngokwenyama.+ Kwanokuba simazile uKristu ngokwenyama,+ ngokuqinisekileyo ngoku asisamazi enjalo.+