IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Korinte 7:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Eneneni, ndifuna ukuba nikhululeke exhaleni.+ Indoda engatshatanga ixhalela izinto zeNkosi, indlela enokuzuza ngayo inkoliseko yeNkosi.

  • 1 Korinte 7:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Ngenxa yoko kwanalowo unikela ubunyulu bakhe emtshatweni wenza kakuhle,+ kodwa lowo ungabunikeliyo emtshatweni uya kuba wenza kakuhle ngakumbi.+

  • 1 Korinte 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Sinegunya lokuthabatha udade njengomfazi,+ kwanjengabanye abapostile nabantakwab’ eNkosi+ noKefas,+ akunjalo?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share