1 Kronike 24:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke oonyana baka-Aron babenezahlulo zabo. Oonyana baka-Aron yayinguNadabhi+ noAbhihu,+ uEleyazare+ noItamare.+ 2 Kronike 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye kwathi xa ababingeleli bephuma kwindawo engcwele (kuba bonke ababingeleli abafumanekayo, bona babezingcwalisile+—kwakungekho mfuneko yokugcina izahlulo);+ Luka 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngemihla kaHerode,+ ukumkani welakwaYuda, kwakukho mbingeleli uthile ugama linguZekariya wesahlulo sika-Abhiya,+ yaye wayenomfazi owayengowasezintombini zika-Aron,+ kwaye igama lakhe lalinguElizabhete.
24 Ke oonyana baka-Aron babenezahlulo zabo. Oonyana baka-Aron yayinguNadabhi+ noAbhihu,+ uEleyazare+ noItamare.+
11 Yaye kwathi xa ababingeleli bephuma kwindawo engcwele (kuba bonke ababingeleli abafumanekayo, bona babezingcwalisile+—kwakungekho mfuneko yokugcina izahlulo);+
5 Ngemihla kaHerode,+ ukumkani welakwaYuda, kwakukho mbingeleli uthile ugama linguZekariya wesahlulo sika-Abhiya,+ yaye wayenomfazi owayengowasezintombini zika-Aron,+ kwaye igama lakhe lalinguElizabhete.