1 Kumkani 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wanga uYehova uThixo wakho angabongwa,+ oye wayoliswa+ nguwe ngokukubeka etroneni kaSirayeli;+ ngenxa yokuba uYehova emthanda uSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ukuze akumisele njengokumkani+ ukuba uphumeze izigwebo+ nobulungisa.”+
9 Wanga uYehova uThixo wakho angabongwa,+ oye wayoliswa+ nguwe ngokukubeka etroneni kaSirayeli;+ ngenxa yokuba uYehova emthanda uSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ukuze akumisele njengokumkani+ ukuba uphumeze izigwebo+ nobulungisa.”+