Duteronomi 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa kwaba ngenxa yokunithanda kukaYehova,+ nangenxa yokusigcina kwakhe isifungo awasifungela ookhokho benu,+ le nto anikhuphe ngesandla esomeleleyo uYehova,+ wanikhulula endlwini yamakhoboka,+ esandleni sikaFaro ukumkani waseYiputa. 1 Kronike 17:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wamisa abantu bakho amaSirayeli njengabantu bakho+ ukusa kwixesha elingenammiselo, yaye wena, Yehova, waba nguThixo wabo.+ 2 Kronike 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UHiram ukumkani waseTire+ wathumela ilizwi kuSolomon ngokubhala athi: “Ngenxa yokuba uYehova ebathanda+ abantu bakhe uye wakwenza waba ngukumkani kubo.”+
8 Kodwa kwaba ngenxa yokunithanda kukaYehova,+ nangenxa yokusigcina kwakhe isifungo awasifungela ookhokho benu,+ le nto anikhuphe ngesandla esomeleleyo uYehova,+ wanikhulula endlwini yamakhoboka,+ esandleni sikaFaro ukumkani waseYiputa.
22 Wamisa abantu bakho amaSirayeli njengabantu bakho+ ukusa kwixesha elingenammiselo, yaye wena, Yehova, waba nguThixo wabo.+
11 UHiram ukumkani waseTire+ wathumela ilizwi kuSolomon ngokubhala athi: “Ngenxa yokuba uYehova ebathanda+ abantu bakhe uye wakwenza waba ngukumkani kubo.”+