IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 7:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ezinye izinto ezifunekayo zendlu kaThixo wakho ekuphezu kwakho ukuba uzinikele, wozithabatha endlwini yobuncwane kakumkani.+

  • INdumiso 68:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngenxa yetempile yakho eYerusalem,+

      Ookumkani baya kukuzisela izipho.+

  • Isaya 49:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Nookumkani bamele babe ngabanyamekeli bakho,+ amakhosazana abo abe ziimpelesi zakho. Baya kuqubuda kuwe ubuso bubheke emhlabeni,+ bakhothe uthuli lweenyawo zakho;+ yaye kuya kufuneka wazi ukuba ndinguYehova, lowo bangayi kuba neentloni abathembele ngaye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share