Genesis 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+ Ezra 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ukuze ngokuqhubekayo+ kunikelwe umnikelo othozamisayo+ kuTHIXO wamazulu kuthandazelwe nobomi bukakumkani noonyana bakhe.+ Isaya 60:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba naluphi na uhlanga nabo nabuphi na ubukumkani obungayi kukukhonza buya kutshabalala; neentlanga nakanjani na ziya kuphanza.+
3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+
10 ukuze ngokuqhubekayo+ kunikelwe umnikelo othozamisayo+ kuTHIXO wamazulu kuthandazelwe nobomi bukakumkani noonyana bakhe.+
12 Kuba naluphi na uhlanga nabo nabuphi na ubukumkani obungayi kukukhonza buya kutshabalala; neentlanga nakanjani na ziya kuphanza.+