Ezra 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Konke oko kuyalelwe+ nguTHIXO wamazulu makwenzelwe indlu kaTHIXO wamazulu+ ngenzondelelo,+ ukuze kungabikho ngqumbo nxamnye nommandla kakumkani noonyana bakhe.+ Yeremiya 29:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Funani uxolo lwesixeko endinibangele ukuba niye kuso ekuthinjweni, nize nisithandazele kuYehova, kuba ngoxolo lwaso nani niya kuba noxolo.+ 1 Timoti 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngokuphathelele ookumkani+ nabo bonke abo bakwizikhundla eziphakamileyo;+ ukuze siqhubeke siphila ubomi bokuzola noboxolo ngozinikelo lobuthixo nokundileka okupheleleyo.+
23 Konke oko kuyalelwe+ nguTHIXO wamazulu makwenzelwe indlu kaTHIXO wamazulu+ ngenzondelelo,+ ukuze kungabikho ngqumbo nxamnye nommandla kakumkani noonyana bakhe.+
7 Funani uxolo lwesixeko endinibangele ukuba niye kuso ekuthinjweni, nize nisithandazele kuYehova, kuba ngoxolo lwaso nani niya kuba noxolo.+
2 ngokuphathelele ookumkani+ nabo bonke abo bakwizikhundla eziphakamileyo;+ ukuze siqhubeke siphila ubomi bokuzola noboxolo ngozinikelo lobuthixo nokundileka okupheleleyo.+