Mateyu 5:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ke mna, ndithi kuni: Qhubekani nizithanda iintshaba zenu,+ nibathandazele abo banitshutshisayo;+ 1 Petros 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 okanye kukwiirhuluneli njengezithunywe nguye ukuba ziphumeze isohlwayo kubenzi-bubi kodwa zidumise abenzi bokulungileyo.+
14 okanye kukwiirhuluneli njengezithunywe nguye ukuba ziphumeze isohlwayo kubenzi-bubi kodwa zidumise abenzi bokulungileyo.+