Luka 6:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 nisikelela abo baniqalekisayo, nithandazela abo banithukayo.+ Luka 23:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 [[Kodwa uYesu wayesithi: “Bawo, baxolele,+ kuba abakwazi oko bakwenzayo.”]] Ngapha koko, ukuze babelane ngeengubo zakhe, benza amaqashiso.+ IZenzo 7:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 Wandula ke, eguqa ngamadolo, wadanduluka ngelizwi elinamandla wathi: “Yehova, musa ukusibalela kubo esi sono.”+ Yaye emva kokutsho oku walala ekufeni. Roma 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Qhubekani nibasikelela abo batshutshisayo;+ sikelelani,+ ningaqalekisi.+
34 [[Kodwa uYesu wayesithi: “Bawo, baxolele,+ kuba abakwazi oko bakwenzayo.”]] Ngapha koko, ukuze babelane ngeengubo zakhe, benza amaqashiso.+
60 Wandula ke, eguqa ngamadolo, wadanduluka ngelizwi elinamandla wathi: “Yehova, musa ukusibalela kubo esi sono.”+ Yaye emva kokutsho oku walala ekufeni.