Yoshuwa 18:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 neMizpe+ neKefira+ neMotsa, 2 Kronike 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke yena ukumkani uAsa, wathabatha wonke uYuda,+ waza wathwala amatye namaplanga aseRama+ awayesakha ngawo uBhahasha,+ yaye wakha ngawo iGebha+ neMizpa.+ Yeremiya 40:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngako oko uYeremiya wafika kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam eMizpa+ waza wahlala naye phakathi kwabantu ababeshiywe elizweni.
6 Ke yena ukumkani uAsa, wathabatha wonke uYuda,+ waza wathwala amatye namaplanga aseRama+ awayesakha ngawo uBhahasha,+ yaye wakha ngawo iGebha+ neMizpa.+
6 Ngako oko uYeremiya wafika kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam eMizpa+ waza wahlala naye phakathi kwabantu ababeshiywe elizweni.