1 Kumkani 15:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko uBhahasha ukumkani wakwaSirayeli wenyuka nxamnye noYuda waza wakha iRama,+ ukuze angavumeli namnye ukuba aphume okanye angene kuAsa ukumkani wakwaYuda.+
17 Ngoko uBhahasha ukumkani wakwaSirayeli wenyuka nxamnye noYuda waza wakha iRama,+ ukuze angavumeli namnye ukuba aphume okanye angene kuAsa ukumkani wakwaYuda.+