Yoshuwa 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 IGibheyon+ neRama neBheheroti, 2 Kronike 16:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngonyaka wamashumi amathathu anesithandathu wolawulo luka-Asa, uBhahasha+ ukumkani wakwaSirayeli wenyuka nxamnye noYuda waza waqalisa ukwakha iRama,+ ukuze kungavunyelwa namnye ukuba aphume okanye angene kuAsa ukumkani wakwaYuda.+
16 Ngonyaka wamashumi amathathu anesithandathu wolawulo luka-Asa, uBhahasha+ ukumkani wakwaSirayeli wenyuka nxamnye noYuda waza waqalisa ukwakha iRama,+ ukuze kungavunyelwa namnye ukuba aphume okanye angene kuAsa ukumkani wakwaYuda.+