Eksodus 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bamele babe sebelungile ngomhla wesithathu, kuba ngomhla wesithathu uYehova uya kwehlela phezu kweNtaba yeSinayi phambi kwamehlo abantu bonke.+ Duteronomi 33:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi: “UYehova—wavela eSinayi,+Wakhazimla kwaSehire phezu kwabo.+Waqaqamba ekummandla weentaba wakwaParan,+Waye enamashumi amawaka angcwele,+Ekunene kwakhe ingamadoda akhe okulwa.+
11 Bamele babe sebelungile ngomhla wesithathu, kuba ngomhla wesithathu uYehova uya kwehlela phezu kweNtaba yeSinayi phambi kwamehlo abantu bonke.+
2 Wathi: “UYehova—wavela eSinayi,+Wakhazimla kwaSehire phezu kwabo.+Waqaqamba ekummandla weentaba wakwaParan,+Waye enamashumi amawaka angcwele,+Ekunene kwakhe ingamadoda akhe okulwa.+