Eksodus 39:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 yaba yintsimbi nerharnati, intsimbi nerharnati, zajikeleza umqukumbelo wesambatho esingenamikhono,+ sokulungiselela, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses. Numeri 8:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Umele ke ngoko alungiselele abazalwana bakhe ententeni yokuhlangana ekunyamekeleni kwabo imbopheleleko yabo, kodwa angaphumezi nkonzo yena. Uya kwenjenjalo kubaLevi ngokuphathelele iimbopheleleko zabo.”+ Duteronomi 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokuba nguye uYehova uThixo wakho amnyulileyo ezizweni zakho zonke ukuba eme alungiselele egameni likaYehova, yena noonyana bakhe, ngamaxesha onke.+
26 yaba yintsimbi nerharnati, intsimbi nerharnati, zajikeleza umqukumbelo wesambatho esingenamikhono,+ sokulungiselela, kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.
26 Umele ke ngoko alungiselele abazalwana bakhe ententeni yokuhlangana ekunyamekeleni kwabo imbopheleleko yabo, kodwa angaphumezi nkonzo yena. Uya kwenjenjalo kubaLevi ngokuphathelele iimbopheleleko zabo.”+
5 Ngokuba nguye uYehova uThixo wakho amnyulileyo ezizweni zakho zonke ukuba eme alungiselele egameni likaYehova, yena noonyana bakhe, ngamaxesha onke.+