Ezra 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Baza oonyana bakaSirayeli ababebuyile ekuThinjweni badla,+ naye wonk’ ubani owayezahlule kubo ngokungahlambuluki+ kweentlanga zelizwe, ukuba afune uYehova uTHIXO kaSirayeli.+
21 Baza oonyana bakaSirayeli ababebuyile ekuThinjweni badla,+ naye wonk’ ubani owayezahlule kubo ngokungahlambuluki+ kweentlanga zelizwe, ukuba afune uYehova uTHIXO kaSirayeli.+