IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ke zona ezinye iirhuluneli ezazingaphambi kwam, zazibenzela ubunzima abantu, yaye zaziqhubeka zithabatha kubo amashumi amane eeshekele zesilivere ukwenzela isonka newayini. Abalindi babo babebalawula abantu.+ Ke mna, andizange ndenze ngaloo ndlela+ ngenxa yokoyika uThixo.+

  • INdumiso 19:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Ukoyika+ uYehova kusulungekile, kumi ngonaphakade.

      Izigwebo+ zikaYehova ziyinyaniso;+ zingqineke zibubulungisa ngokupheleleyo.+

  • INtshumayeli 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share