IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Ndikhangele; ndiphendule, Yehova Thixo wam.

      Wenze akhanye amehlo am,+ ukuze ndingalali ekufeni,+

  • Yeremiya 51:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 “Bakuba beshushu ndiya kubabekela izidlo zabo, ndibanxilise, ukuze bagcobe;+ baze balale ubuthongo obungenammiselo, abangayi kuvuka kubo,”+ utsho uYehova.

  • Yohane 11:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Wazitsho ezi zinto, waza emva koku wathi kubo: “ULazaro umhlobo wethu uye kuphumla, kodwa ndiyahamba ndiya apho ukuze ndimvuse ebuthongweni.”+

  • IZenzo 7:60
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 60 Wandula ke, eguqa ngamadolo, wadanduluka ngelizwi elinamandla wathi: “Yehova, musa ukusibalela kubo esi sono.”+ Yaye emva kokutsho oku walala ekufeni.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share