Estere 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 oonyana abalishumi+ bakaHaman+ unyana kaHamedata, lowo wayebonakalisa ubutshaba kumaYuda,+ ababulala; kodwa awazange ase isandla sawo ekuphangeni.+ Hoseya 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UEfrayim, endimbone njengeTire etyalwe edlelweni,+ yena kanye uEfrayim ubakhuphele kumbulali oonyana bakhe.”+
10 oonyana abalishumi+ bakaHaman+ unyana kaHamedata, lowo wayebonakalisa ubutshaba kumaYuda,+ ababulala; kodwa awazange ase isandla sawo ekuphangeni.+
13 UEfrayim, endimbone njengeTire etyalwe edlelweni,+ yena kanye uEfrayim ubakhuphele kumbulali oonyana bakhe.”+