Numeri 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wavutha ke umsindo kaBhalaki kuBhileham waza waqhwaba izandla,+ wathi uBhalaki kuBhileham: “Ndikubizele ukuba uzishwabulele+ iintshaba zam, kodwa, khangela! uzisikelele ngokupheleleyo ezi zihlandlo zozithathu. IZililo 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bonke abo badlula ngendlela bakuqhwabela izandla.+Bayibethel’ umlozi+ yaye bamana behlunguzela iintloko+ ngentombi yaseYerusalem, besithi:“Sesi sixeko na esi babefudula besithi ngaso, ‘Bubuhle obugqibeleleyo, ukugcoba komhlaba wonke’?”+ Nahum 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Akukho kukhululeka kwisihelegu sakho. Umvumbo wakho awunakuphiliswa.+ Bonke abo beva ingxelo ngawe ngokuqinisekileyo baya kukuqhwabela izandla;+ ngenxa yokuba ngubani na obungazange budlule kuye rhoqo ububi bakho?”+
10 Wavutha ke umsindo kaBhalaki kuBhileham waza waqhwaba izandla,+ wathi uBhalaki kuBhileham: “Ndikubizele ukuba uzishwabulele+ iintshaba zam, kodwa, khangela! uzisikelele ngokupheleleyo ezi zihlandlo zozithathu.
15 Bonke abo badlula ngendlela bakuqhwabela izandla.+Bayibethel’ umlozi+ yaye bamana behlunguzela iintloko+ ngentombi yaseYerusalem, besithi:“Sesi sixeko na esi babefudula besithi ngaso, ‘Bubuhle obugqibeleleyo, ukugcoba komhlaba wonke’?”+
19 Akukho kukhululeka kwisihelegu sakho. Umvumbo wakho awunakuphiliswa.+ Bonke abo beva ingxelo ngawe ngokuqinisekileyo baya kukuqhwabela izandla;+ ngenxa yokuba ngubani na obungazange budlule kuye rhoqo ububi bakho?”+