Genesis 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenxa yoko uYehova wabona ukuba ububi bomntu bandile emhlabeni yaye zonke iingcamango+ zentliziyo yakhe zityekele ebubini ngalo lonke ixesha.+ 2 Kronike 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+ Yobhi 31:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaba akaziboni iindlela zam+Aze awabale nawo onke amanyathelo am? IMizekeliso 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba iindlela zomntu ziphambi kwamehlo kaYehova,+ yaye uyayondela yonke imikhondo yakhe.+ IMizekeliso 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Amehlo kaYehova akuzo zonke iindawo,+ ahlala ekhangele ababi nabalungileyo.+ Yeremiya 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba amehlo am akuzo zonke iindlela zabo. Bebengasithelanga phambi kwam, nesiphoso sabo besingafihlekanga phambi kwamehlo am.+ Yeremiya 32:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+ 1 Petros 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+
5 Ngenxa yoko uYehova wabona ukuba ububi bomntu bandile emhlabeni yaye zonke iingcamango+ zentliziyo yakhe zityekele ebubini ngalo lonke ixesha.+
9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+
17 Kuba amehlo am akuzo zonke iindlela zabo. Bebengasithelanga phambi kwam, nesiphoso sabo besingafihlekanga phambi kwamehlo am.+
19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+
12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+