INdumiso 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uyigocagocile intliziyo yam, uyivelele ebusuku,+Undisulungekisile; uya kufumanisa ukuba andicebanga nto.+Umlomo wam awuyi kunxaxha.+ Yeremiya 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba amehlo am akuzo zonke iindlela zabo. Bebengasithelanga phambi kwam, nesiphoso sabo besingafihlekanga phambi kwamehlo am.+ Hebhere 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
3 Uyigocagocile intliziyo yam, uyivelele ebusuku,+Undisulungekisile; uya kufumanisa ukuba andicebanga nto.+Umlomo wam awuyi kunxaxha.+
17 Kuba amehlo am akuzo zonke iindlela zabo. Bebengasithelanga phambi kwam, nesiphoso sabo besingafihlekanga phambi kwamehlo am.+
13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+