IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 12:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngumlebe wenyaniso+ oya kumiselwa ngokuqinileyo ngonaphakade,+ kodwa ulwimi lobuxoki luya kuba lolwephanyazo.+

  • IMizekeliso 12:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Imilebe exokayo iyinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa abo bathembekileyo uyakholiswa ngabo.+

  • Kolose 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Musani ukuxokisana.+ Buhlubeni ubuntu obudala+ kunye noqheliselo lwabo,

  • 1 Petros 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngako oko, lahlani bonke ububi+ nayo yonke inkohliso nohanahaniso nomona nazo zonke iintlobo zokudlana izithende,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share