IMizekeliso 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ingqina elixokayo aliyi kukhululeka esohlwayweni,+ nofutha ubuxoki uya kutshabalala.+ IZenzo 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa uPetros wathi: “Ananiyas, kutheni uSathana+ ekukhaliphisile nje ukuba uxokise+ umoya oyingcwele+ nokuba unkonye ngokufihlakeleyo inxalenye yexabiso lentsimi?
3 Kodwa uPetros wathi: “Ananiyas, kutheni uSathana+ ekukhaliphisile nje ukuba uxokise+ umoya oyingcwele+ nokuba unkonye ngokufihlakeleyo inxalenye yexabiso lentsimi?