INdumiso 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndibabale, Yehova, ngokuba ndisezingxakini ezinkulu.+Iliso lam libuthathaka ngenxa yengqumbo,+ umphefumlo wam nesisu sam.+ Mateyu 26:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ngoko wathi kubo: “Umphefumlo wam ubuhlungu ngokunzulu, de kuse ekufeni.+ Hlalani apha, nihlale nilindile kunye nam.”+
9 Ndibabale, Yehova, ngokuba ndisezingxakini ezinkulu.+Iliso lam libuthathaka ngenxa yengqumbo,+ umphefumlo wam nesisu sam.+
38 Ngoko wathi kubo: “Umphefumlo wam ubuhlungu ngokunzulu, de kuse ekufeni.+ Hlalani apha, nihlale nilindile kunye nam.”+