Hebhere 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uyimbonakaliso yozuko lwakhe+ nembonakaliso yoko kanye akuko,+ yaye uthwala zonke izinto ngelizwi lamandla akhe;+ uthe ke akuba ezisulungekisile izono zethu+ wahlala phantsi kwisandla sasekunene+ sobuNgangamsha kwiindawo eziphakamileyo.+
3 Uyimbonakaliso yozuko lwakhe+ nembonakaliso yoko kanye akuko,+ yaye uthwala zonke izinto ngelizwi lamandla akhe;+ uthe ke akuba ezisulungekisile izono zethu+ wahlala phantsi kwisandla sasekunene+ sobuNgangamsha kwiindawo eziphakamileyo.+