IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 110:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 110 Utsho uYehova eNkosini yam ukuthi:+

      “Hlala ngasekunene kwam+

      Ndide ndizibeke iintshaba zakho njengesitulo seenyawo zakho.”+

  • IZenzo 2:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ngoko ke ngenxa yokuba waphakanyiselwa ngasekunene kukaThixo+ waza wamkela kuYise+ umoya oyingcwele owawuthenjisiwe, uthulule oku nikubonayo nenikuvayo.

  • IZenzo 7:55
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 55 Kodwa, ezele ngumoya oyingcwele, wondela ezulwini waza walubona uzuko lukaThixo noYesu emi ngasekunene kukaThixo,+

  • Roma 8:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngubani na ke oya kugwebela isohlwayo? UKristu Yesu ngulowo wafayo, ewe, enyanisweni lowo wavuswayo kwabafileyo, okwisandla sasekunene+ sikaThixo, nosibongozelayo.+

  • Kolose 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Noko ke, ukuba navuswa+ kunye noKRISTU, qhubekani nifuna izinto zaphezulu,+ apho ahleli khona uKRISTU ngasekunene kukaThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share