INdumiso 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ukunyathela kwam makubambelele emkhondweni wakho,+Amanyathelo am ngokuqinisekileyo angayi kushukunyiswa kuwo.+ INdumiso 94:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Xa ndithe: “Ngokuqinisekileyo unyawo lwam luya kutyibilika,”+Ububele bakho bothando, Yehova, buqhubeka bundixhasa.+
5 Ukunyathela kwam makubambelele emkhondweni wakho,+Amanyathelo am ngokuqinisekileyo angayi kushukunyiswa kuwo.+
18 Xa ndithe: “Ngokuqinisekileyo unyawo lwam luya kutyibilika,”+Ububele bakho bothando, Yehova, buqhubeka bundixhasa.+