IMizekeliso 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokunxaxha kwemilebe umntu onobubi uyarhintyelwa,+ kodwa ilungisa liyaphuma embandezelweni.+ Malaki 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Kodwa nina—niphambukile endleleni.+ Nibakhubekisile abaninzi emthethweni.+ Niwonakalisile umnqophiso kaLevi,”+ utsho uYehova wemikhosi. Roma 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuhle ukuba ungatyi nyama okanye ungaseli wayini okanye ungenzi nantoni na emkhubekisayo umzalwana wakho.+
8 “Kodwa nina—niphambukile endleleni.+ Nibakhubekisile abaninzi emthethweni.+ Niwonakalisile umnqophiso kaLevi,”+ utsho uYehova wemikhosi.
21 Kuhle ukuba ungatyi nyama okanye ungaseli wayini okanye ungenzi nantoni na emkhubekisayo umzalwana wakho.+