2 Kronike 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+ INdumiso 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYehova usetempileni yakhe engcwele.+UYehova—isemazulwini itrone yakhe.+Amehlo akhe ayabona, amehlo akhe aqaqambileyo ahlolisisa+ oonyana babantu. INdumiso 33:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova ukhangele esemazulwini,+Ubabonile bonke oonyana babantu.+ IMizekeliso 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Amehlo kaYehova akuzo zonke iindawo,+ ahlala ekhangele ababi nabalungileyo.+ Hebhere 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+
4 UYehova usetempileni yakhe engcwele.+UYehova—isemazulwini itrone yakhe.+Amehlo akhe ayabona, amehlo akhe aqaqambileyo ahlolisisa+ oonyana babantu.
13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+