Eksodus 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+ ISityhilelo 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Laza lawuvula umlomo walo ngokunyelisa+ uThixo, ukuba linyelise igama lakhe nendawo yakhe yokuhlala, abo kanye bahlala ezulwini.+
2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+
6 Laza lawuvula umlomo walo ngokunyelisa+ uThixo, ukuba linyelise igama lakhe nendawo yakhe yokuhlala, abo kanye bahlala ezulwini.+