IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Aya ebuyelana ngokubuyelana amanzi.+ Ekugqibeleni azigubungela iinqwelo zokulwa namajoni akhwele emahasheni kwanomkhosi wonke wamajoni kaFaro owawungene elwandle emva kwabo.+ Akwasala namnye kubo.+

  • Eksodus 15:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wawaphendula uMiriyam amadoda wathi:+

      “Mvumeleni uYehova,+ kuba uphakame kakhulu.+

      Ihashe nomkhweli walo uliphose elwandle.”+

  • Isaya 43:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Lowo uvelisa inqwelo yokulwa nehashe, umkhosi wamajoni nabo bomeleleyo kwangaxeshanye, ukuthi:+ “Baya kulala phantsi.+ Abayi kuvuka.+ Ngokuqinisekileyo baya kucimeka.+ Njengomsonto weflekisi bamele bacime.”+

  • Nahum 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Khangela! Ndinxamnye nawe,” utsho uYehova wemikhosi,+ “yaye ndiya kuyitshisa emsini inqwelo yayo yokulwa.+ Yaye ikrele liya kuziqwenga iingonyama zakho ezintsha ezinesingci.+ Kwaye ndiya kulinqumla emhlabeni ixhoba lakho, yaye aliyi kuphinde liviwe ilizwi labathunywa bakho.”+

  • Zekariya 12:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngaloo mini,”+ utsho uYehova, “ndiya kuwabetha onke amahashe+ ngokudubadubeka nabakhweli bawo ngempambano;+ naphezu kwendlu kaYuda ndiya kuwavula amehlo am,+ yaye onke amahashe ezizwana ndiya kuwabetha ngobumfama.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share